Isaya 65:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ingcuka iza kutya netakane legusha,Ingonyama iza kutya iindiza njengenkunzi yenkomo;+Ukutya kwenyoka kuza kuba luthuli. Azizukwenzakalisa zingazukonakalisa kuyo yonke intaba yam engcwele,”+ utsho uYehova. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 65:25 IMboniselo,9/15/2012, iphe. 9-10 4/15/2000, iphe. 17-18 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 388-389
25 Ingcuka iza kutya netakane legusha,Ingonyama iza kutya iindiza njengenkunzi yenkomo;+Ukutya kwenyoka kuza kuba luthuli. Azizukwenzakalisa zingazukonakalisa kuyo yonke intaba yam engcwele,”+ utsho uYehova.