4 Ngoko ke, ndiza kukhetha iindlela zokubohlwaya,+
Ndiza kubazisela kanye izinto abazoyikayo.
Kuba xa ndababizayo, akukho mntu wasabelayo;
Xa ndandithetha, akukho mntu wandimamelayo.+
Baqhubeka besenza izinto ezimbi emehlweni am,
Bakhetha ukwenza izinto endingazithandiyo.”+