Isaya 66:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Yivani ilizwi likaYehova nina balingcangcazelelayo: “Abantakwenu abanicaphukelayo nabanilahlileyo ngenxa yegama lam bathe, ‘Makazukiswe uYehova!’+ Kodwa uThixo uza kubonakala aze anivuyise,Ngabo abaza kuhlaziswa.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 66:5 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 394-396
5 Yivani ilizwi likaYehova nina balingcangcazelelayo: “Abantakwenu abanicaphukelayo nabanilahlileyo ngenxa yegama lam bathe, ‘Makazukiswe uYehova!’+ Kodwa uThixo uza kubonakala aze anivuyise,Ngabo abaza kuhlaziswa.”+