-
Isaya 66:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ngubani owakha weva ngento enjalo?
Ingubani owakha wayibona?
Liza kuzalwa ngemini enye na ilizwe?
Okanye uhlanga luzalwe ngaxeshanye?
Kodwa yona iZiyon ithe yakulunywa, yazala oonyana bayo.
-