Isaya 66:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 “Ukususela ekuthwaseni kwenyanga ukuya ekuthwaseni kwenyanga nokususela kwisabatha ukuya kwisabatha,Bonke abantu baza kungena baze baqubude phambi kwam,”*+ utsho uYehova. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 66:23 IMboniselo,11/1/2006, iphe. 31 4/15/2000, iphe. 14-15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 412 Incwadi Yonyaka Yowama-2001, iphe. 237-238
23 “Ukususela ekuthwaseni kwenyanga ukuya ekuthwaseni kwenyanga nokususela kwisabatha ukuya kwisabatha,Bonke abantu baza kungena baze baqubude phambi kwam,”*+ utsho uYehova.
66:23 IMboniselo,11/1/2006, iphe. 31 4/15/2000, iphe. 14-15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 412 Incwadi Yonyaka Yowama-2001, iphe. 237-238