Yeremiya 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Lafika nangemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, de kwasekupheleni konyaka we-11 kaZedekiya+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda. Laqhubeka lifika de kwathinjwa iYerusalem ngenyanga yesihlanu.+
3 Lafika nangemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, de kwasekupheleni konyaka we-11 kaZedekiya+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda. Laqhubeka lifika de kwathinjwa iYerusalem ngenyanga yesihlanu.+