Yeremiya 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UYehova wathi kum: “Sukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kuba umele uye kubo bonke abantu endikuthuma kubo,Uthethe yonke into endikuyalela yona.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:7 UYeremiya, iphe. 191
7 UYehova wathi kum: “Sukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kuba umele uye kubo bonke abantu endikuthuma kubo,Uthethe yonke into endikuyalela yona.+