Yeremiya 2:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Idonki yasendle eqhele ukuba sendle,Enukisa iduna emoyeni, ikhanuka, Ngubani onokuyibamba xa ifuna ukukhwelwa? Akukho namnye kwabo bayikhangelayo ekuya kufuneka azidinise. Baza kuyifumana ngexesha layo.*
24 Idonki yasendle eqhele ukuba sendle,Enukisa iduna emoyeni, ikhanuka, Ngubani onokuyibamba xa ifuna ukukhwelwa? Akukho namnye kwabo bayikhangelayo ekuya kufuneka azidinise. Baza kuyifumana ngexesha layo.*