Yeremiya 3:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngemihla kaKumkani uYosiya,+ uYehova wathi kum: “‘Uyibonile na into eyenziwe nguSirayeli ongathembekanga? Unyuke waya kuzo zonke iintaba eziphakamileyo naphantsi kwayo yonke imithi eluhlaza, ukuze athengise ngomzimba.+
6 Ngemihla kaKumkani uYosiya,+ uYehova wathi kum: “‘Uyibonile na into eyenziwe nguSirayeli ongathembekanga? Unyuke waya kuzo zonke iintaba eziphakamileyo naphantsi kwayo yonke imithi eluhlaza, ukuze athengise ngomzimba.+