Yeremiya 3:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Nasemva kokuba enze zonke ezi zinto, ndandisoloko ndimxelela ukuba abuyele kum,+ kodwa akazange abuye; noYuda wahlala emjongile udadewabo onamaqhinga.+
7 Nasemva kokuba enze zonke ezi zinto, ndandisoloko ndimxelela ukuba abuyele kum,+ kodwa akazange abuye; noYuda wahlala emjongile udadewabo onamaqhinga.+