Yeremiya 3:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ndathi ndakuyibona loo nto, ndamkhulula uSirayeli ongathembekanga, ndamnika isatifiketi sokuqhawula umtshato+ ngenxa yokuba wayekrexeza.*+ Kodwa udadewabo onamaqhinga uYuda akazange oyike; naye wasuka wayokuba ngumfazi othengisa ngomzimba.+
8 Ndathi ndakuyibona loo nto, ndamkhulula uSirayeli ongathembekanga, ndamnika isatifiketi sokuqhawula umtshato+ ngenxa yokuba wayekrexeza.*+ Kodwa udadewabo onamaqhinga uYuda akazange oyike; naye wasuka wayokuba ngumfazi othengisa ngomzimba.+