Yeremiya 3:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Wena nje vuma ukuba unetyala, kuba uye wamjikela uYehova uThixo wakho. Uye waqhubeka uleqeka emva kwabantu* basemzini,* phantsi kwayo yonke imithi eluhlaza, kodwa awulimamelanga ilizwi lam,” utsho uYehova.’”
13 Wena nje vuma ukuba unetyala, kuba uye wamjikela uYehova uThixo wakho. Uye waqhubeka uleqeka emva kwabantu* basemzini,* phantsi kwayo yonke imithi eluhlaza, kodwa awulimamelanga ilizwi lam,” utsho uYehova.’”