Yeremiya 3:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Buyani, nina bonyana baqaqadekileyo. Ndiza kuniphilisa ekuqaqadekeni kwenu.”+ “Sithi aba! Size kuwe,Kuba wena Yehova unguThixo wethu.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:22 UYeremiya, iphe. 72
22 “Buyani, nina bonyana baqaqadekileyo. Ndiza kuniphilisa ekuqaqadekeni kwenu.”+ “Sithi aba! Size kuwe,Kuba wena Yehova unguThixo wethu.+