Yeremiya 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Yiloo nto ingonyama yehlathi ibahlasela,Ingcuka yasentlango ibatshabalalisa,Ihlosi libalalela ezixekweni zabo. Wonke umntu ophuma kubo uyadlakazwa. Kuba zininzi izono zabo;Baye abathembeka kakhulu.+
6 Yiloo nto ingonyama yehlathi ibahlasela,Ingcuka yasentlango ibatshabalalisa,Ihlosi libalalela ezixekweni zabo. Wonke umntu ophuma kubo uyadlakazwa. Kuba zininzi izono zabo;Baye abathembeka kakhulu.+