17 Baza kusigqiba isivuno sakho nesonka sakho.+
Baza kubagqiba oonyana bakho neentombi zakho.
Baza kuyigqiba imihlambi yakho yeegusha neyeenkomo.
Baza kuyigqiba imithi yakho yeediliya neyamafiya.
Baza kuzitshabalalisa ngekrele izixeko zakho ezikhuselekileyo othembele ngazo.”