Yeremiya 6:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Njengokuba amanzi abandayo efumaneka emthonjeni,Nobubi bufumaneka kwesi sixeko. Kuvakala ubundlobongela nentshabalalo kuso;+Isifo nesibetho ziphambi kwam qho.
7 Njengokuba amanzi abandayo efumaneka emthonjeni,Nobubi bufumaneka kwesi sixeko. Kuvakala ubundlobongela nentshabalalo kuso;+Isifo nesibetho ziphambi kwam qho.