Yeremiya 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “Ndiza kuthetha ndilumkise bani? Ngubani oza kumamela? Jonga! Iindlebe zabo zivaliwe,* kangangokuba abakwazi kumamelisisa.+ Jonga! Ilizwi likaYehova liye laba yinto abayidelelayo;+Alibavuyisi.
10 “Ndiza kuthetha ndilumkise bani? Ngubani oza kumamela? Jonga! Iindlebe zabo zivaliwe,* kangangokuba abakwazi kumamelisisa.+ Jonga! Ilizwi likaYehova liye laba yinto abayidelelayo;+Alibavuyisi.