Yeremiya 6:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngoko ndinomsindo njengoYehova.Ndidiniwe kukuwubamba.”+ “Wugalele phezu komntwana osesitratweni+Naphezu kweqela labafana abahleli kunye; Baza kubanjwa, indoda kunye nomfazi wayo,Amadoda amadala kunye namaxhego.*+
11 Ngoko ndinomsindo njengoYehova.Ndidiniwe kukuwubamba.”+ “Wugalele phezu komntwana osesitratweni+Naphezu kweqela labafana abahleli kunye; Baza kubanjwa, indoda kunye nomfazi wayo,Amadoda amadala kunye namaxhego.*+