Yeremiya 6:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Uthi uYehova: “Jonga! Kuza kuphuma isizwana kwilizwe lasemntla,Ibe kuza kuvuswa uhlanga olukhulu luvela kwezona ndawo zikude zomhlaba.+
22 Uthi uYehova: “Jonga! Kuza kuphuma isizwana kwilizwe lasemntla,Ibe kuza kuvuswa uhlanga olukhulu luvela kwezona ndawo zikude zomhlaba.+