Yeremiya 7:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kodwa ndathi kubo: “Thobelani ilizwi lam, yaye ndiza kuba nguThixo wenu, nina nibe ngabantu bam.+ Nimele nihambe ngayo yonke indlela endiniyalela ngayo ukuze izinto zinihambele kakuhle.”’+
23 Kodwa ndathi kubo: “Thobelani ilizwi lam, yaye ndiza kuba nguThixo wenu, nina nibe ngabantu bam.+ Nimele nihambe ngayo yonke indlela endiniyalela ngayo ukuze izinto zinihambele kakuhle.”’+