Yeremiya 7:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Uza kuthi kubo, ‘Olu luhlanga olungalithobelanga ilizwi likaYehova uThixo walo nolungayamkelanga ingqeqesho. Ukuthembeka akukho, ibe akukho nto ithethwayo ngako phakathi kwalo.’*+
28 Uza kuthi kubo, ‘Olu luhlanga olungalithobelanga ilizwi likaYehova uThixo walo nolungayamkelanga ingqeqesho. Ukuthembeka akukho, ibe akukho nto ithethwayo ngako phakathi kwalo.’*+