Yeremiya 7:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 “‘Ngoko ke, Jonga! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungazukuphinda kuthiwe yiTofete neNtlambo Yoonyana BakaHinom,* kodwa kuthiwe yiNtlambo Yokubulala. Baza kungcwabela eTofete ide ingabikho indawo yokungcwaba.+
32 “‘Ngoko ke, Jonga! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungazukuphinda kuthiwe yiTofete neNtlambo Yoonyana BakaHinom,* kodwa kuthiwe yiNtlambo Yokubulala. Baza kungcwabela eTofete ide ingabikho indawo yokungcwaba.+