Yeremiya 7:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Izidumbu zesi sizwana ziza kuba kukutya kweentaka zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungabikho mntu uwagxothayo abaleke.+
33 Izidumbu zesi sizwana ziza kuba kukutya kweentaka zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungabikho mntu uwagxothayo abaleke.+