Yeremiya 10:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa uYehova nguThixo ngokwenene. UnguThixo ophilayo+ noKumkani ngonaphakade.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uza kunyikima,+Yaye akukho zintlanga ziza kukwazi ukunyamezela umsindo wakhe.
10 Kodwa uYehova nguThixo ngokwenene. UnguThixo ophilayo+ noKumkani ngonaphakade.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uza kunyikima,+Yaye akukho zintlanga ziza kukwazi ukunyamezela umsindo wakhe.