Yeremiya 11:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa abazange bamamele okanye bavule iindlebe, ngamnye waba nenkani elandela intliziyo yakhe embi.+ Ngoko ndawenza onke amazwi esi sivumelwano abangazange basithobele.’”
8 Kodwa abazange bamamele okanye bavule iindlebe, ngamnye waba nenkani elandela intliziyo yakhe embi.+ Ngoko ndawenza onke amazwi esi sivumelwano abangazange basithobele.’”