Yeremiya 12:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa wena Yehova undazi kakuhle,+ uyandibona;Uyihlolile intliziyo yam, wabona ukuba imanyene nawe.+ Bakhethe njengegusha eza kuxhelwa,Babekele bucala ukwenzela imini abaza kubulawa ngayo.
3 Kodwa wena Yehova undazi kakuhle,+ uyandibona;Uyihlolile intliziyo yam, wabona ukuba imanyene nawe.+ Bakhethe njengegusha eza kuxhelwa,Babekele bucala ukwenzela imini abaza kubulawa ngayo.