Yeremiya 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Abatshabalalisayo baye beza ngazo zonke iindlela ezonakeleyo zasentlango,Kuba ikrele likaYehova liqwenga ukususela kwesinye isiphelo selizwe ukuya kwesinye.+ Akukho xolo phakathi kwabo bonke abantu.
12 Abatshabalalisayo baye beza ngazo zonke iindlela ezonakeleyo zasentlango,Kuba ikrele likaYehova liqwenga ukususela kwesinye isiphelo selizwe ukuya kwesinye.+ Akukho xolo phakathi kwabo bonke abantu.