Yeremiya 14:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ndathi ke mna: “Owu, Nkosi enguMongami Yehova! Abaprofeti bathi kubo, ‘Anizukulibona ikrele, ibe anizukufunyanwa yindlala, kodwa ndiza kuninika uxolo lokwenene kule ndawo.’”+
13 Ndathi ke mna: “Owu, Nkosi enguMongami Yehova! Abaprofeti bathi kubo, ‘Anizukulibona ikrele, ibe anizukufunyanwa yindlala, kodwa ndiza kuninika uxolo lokwenene kule ndawo.’”+