Yeremiya 14:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ukuba ndiyaphuma ndiye endle ndize ndijonge,Ndibona abo babulewe ngekrele!+ Kwaye ukuba ndingena esixekweni,Ndibona izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba umprofeti kunye nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+
18 Ukuba ndiyaphuma ndiye endle ndize ndijonge,Ndibona abo babulewe ngekrele!+ Kwaye ukuba ndingena esixekweni,Ndibona izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba umprofeti kunye nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+