Yeremiya 15:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndiza kubaphosa emoyeni ngefolokhwe ezigeyithini zelizwe. Ndiza kuboxutha abantwana.+ Ndiza kubatshabalalisa abantu bam,Kuba bengafuni ukulahla iindlela zabo.+
7 Ndiza kubaphosa emoyeni ngefolokhwe ezigeyithini zelizwe. Ndiza kuboxutha abantwana.+ Ndiza kubatshabalalisa abantu bam,Kuba bengafuni ukulahla iindlela zabo.+