Yeremiya 16:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 ‘Baza kubulawa zizifo,+ kodwa akukho mntu uza kubazilela okanye abangcwabe; baza kuba njengomgquba phezu komhlaba.+ Baza kubulawa likrele nayindlala,+ izidumbu zabo zibe kukutya kweentaka zamazulu namarhamncwa omhlaba.’
4 ‘Baza kubulawa zizifo,+ kodwa akukho mntu uza kubazilela okanye abangcwabe; baza kuba njengomgquba phezu komhlaba.+ Baza kubulawa likrele nayindlala,+ izidumbu zabo zibe kukutya kweentaka zamazulu namarhamncwa omhlaba.’