Yeremiya 16:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kuza kufa abakhulu nabancinci kweli lizwe. Abazukungcwatywa,Akukho mntu uza kubazilela,Kungekho nabani na oza kuzisika okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.*
6 Kuza kufa abakhulu nabancinci kweli lizwe. Abazukungcwatywa,Akukho mntu uza kubazilela,Kungekho nabani na oza kuzisika okanye achebe inkqayi ngenxa yabo.*