-
Yeremiya 16:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Yaye akukho mntu uza kubanika kutya abo bazilileyo,
Ukuze abathuthuzele kuba bebhujelwe;
Akukho namntu uza kubanika ndebe yantuthuzelo
Ukuze basele ngenxa yokuswelekelwa ngutata okanye ngumama.
-