Yeremiya 17:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Uza kulilahla ngokuzithandela ilifa endakunika lona.+ Kwaye ndiza kukwenza usebenzele iintshaba zakho kwilizwe ongalaziyo,+Kuba uye waphemba umsindo wam njengomlilo.*+ Uza kuvutha ngonaphakade.”
4 Uza kulilahla ngokuzithandela ilifa endakunika lona.+ Kwaye ndiza kukwenza usebenzele iintshaba zakho kwilizwe ongalaziyo,+Kuba uye waphemba umsindo wam njengomlilo.*+ Uza kuvutha ngonaphakade.”