Yeremiya 17:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 ookumkani neenkosana ezihlala etroneni kaDavide+ baza kungena ngeegeyithi zesi sixeko, bekhwele enqwelweni nasemahasheni, bona neenkosana zabo, amadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem;+ yaye esi sixeko siza kuba nabantu ngonaphakade.
25 ookumkani neenkosana ezihlala etroneni kaDavide+ baza kungena ngeegeyithi zesi sixeko, bekhwele enqwelweni nasemahasheni, bona neenkosana zabo, amadoda akwaYuda nabemi baseYerusalem;+ yaye esi sixeko siza kuba nabantu ngonaphakade.