-
Yeremiya 17:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 “‘“Kodwa ukuba niye anandithobela ngokungawungcwalisi umhla weSabatha nangokuthwala imithwalo niyingenise ngeegeyithi zeYerusalem ngomhla weSabatha, ndiza kuzitshisa ngomlilo iigeyithi zayo, kwaye ngokuqinisekileyo uza kuzitshisa ziphele iinqaba ezikhuselekileyo zaseYerusalem,+ ibe awuzukucinywa.”’”+
-