Yeremiya 19:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kuba bandishiyile+ baza le ndawo bayenza ayabi saqondakala.+ Babingelela kwabanye oothixo kuyo, oothixo abangazange babazi bona nookhokho babo nookumkani bakwaYuda, ibe bagcwalise le ndawo ngegazi labamsulwa.+
4 kuba bandishiyile+ baza le ndawo bayenza ayabi saqondakala.+ Babingelela kwabanye oothixo kuyo, oothixo abangazange babazi bona nookhokho babo nookumkani bakwaYuda, ibe bagcwalise le ndawo ngegazi labamsulwa.+