Yeremiya 19:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Baye bakha iindawo eziphakamileyo zikaBhahali ukuze batshise oonyana babo emlilweni njengomnikelo otshiswa ngokupheleleyo kuBhahali,+ nto leyo endingabayalelanga ukuba bayenze okanye ndiyithethe, nengazange ithi qatha entliziyweni* yam.”’+
5 Baye bakha iindawo eziphakamileyo zikaBhahali ukuze batshise oonyana babo emlilweni njengomnikelo otshiswa ngokupheleleyo kuBhahali,+ nto leyo endingabayalelanga ukuba bayenze okanye ndiyithethe, nengazange ithi qatha entliziyweni* yam.”’+