Yeremiya 19:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndiza kulenza lingaphumeleli icebo lakwaYuda nelaseYerusalem kule ndawo, ibe ndiza kubenza bawe ngekrele phambi kweentshaba zabo nangesandla sabo bafuna ukubabulala. Izidumbu zabo ndiza kuzinika iintaka namarhamncwa zibe kukutya kwazo.+
7 Ndiza kulenza lingaphumeleli icebo lakwaYuda nelaseYerusalem kule ndawo, ibe ndiza kubenza bawe ngekrele phambi kweentshaba zabo nangesandla sabo bafuna ukubabulala. Izidumbu zabo ndiza kuzinika iintaka namarhamncwa zibe kukutya kwazo.+