-
Yeremiya 20:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
Kodwa entliziyweni yam laba ngathi ngumlilo ovuthayo ovalelwe emathanjeni am.
Ndadinwa kukuligcina ngaphakathi.
Ndandingasakwazi ukulinyamezela.+
-