Yeremiya 20:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kodwa uYehova wayenam njengegorha eloyikekayo.+ Yiloo nto abo banditshutshisayo beza kukhubeka baze bangaphumeleli.+ Baza kuhlaziswa ngokungathethekiyo, kuba abazukuphumelela. Ukuhlaziswa kwabo ngonaphakade akuzukulityalwa.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 20:11 IMboniselo,3/15/2011, iphe. 30 UYeremiya, iphe. 36-37
11 Kodwa uYehova wayenam njengegorha eloyikekayo.+ Yiloo nto abo banditshutshisayo beza kukhubeka baze bangaphumeleli.+ Baza kuhlaziswa ngokungathethekiyo, kuba abazukuphumelela. Ukuhlaziswa kwabo ngonaphakade akuzukulityalwa.+