Yeremiya 21:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ilizwi elivela kuYehova lafika kuYeremiya, xa uKumkani uZedekiya+ wathumela kuye uPashure+ unyana kaMalekiya, noZefaniya+ unyana kaMahaseya umbingeleli, esithi:
21 Ilizwi elivela kuYehova lafika kuYeremiya, xa uKumkani uZedekiya+ wathumela kuye uPashure+ unyana kaMalekiya, noZefaniya+ unyana kaMahaseya umbingeleli, esithi: