Yeremiya 23:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko ke uthi uYehova uThixo kaSirayeli kubalusi abalusa abantu bam: “Nizichithachithile iigusha zam; niye nazisasaza, anazikhathalela.”+ “Ngoko ke iza kuba ndim nani ngenxa yezenzo zenu ezibi,” utsho uYehova.
2 Ngoko ke uthi uYehova uThixo kaSirayeli kubalusi abalusa abantu bam: “Nizichithachithile iigusha zam; niye nazisasaza, anazikhathalela.”+ “Ngoko ke iza kuba ndim nani ngenxa yezenzo zenu ezibi,” utsho uYehova.