-
Yeremiya 23:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Ndithi kubaprofeti:
Intliziyo yam yaphukile ngaphakathi kum.
Onke amathambo am ayangcangcazela.
Ndinjengendoda enxilileyo
Nanjengendoda eyoyiswa yiwayini,
Ngenxa kaYehova nangenxa yamazwi akhe angcwele.
-