Yeremiya 23:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Ndibone into eyenyanyekayo nakubaprofeti baseSamariya.+ Baprofeta beqhutywa nguBhahali,Ibe balahlekisa abantu bam amaSirayeli.
13 “Ndibone into eyenyanyekayo nakubaprofeti baseSamariya.+ Baprofeta beqhutywa nguBhahali,Ibe balahlekisa abantu bam amaSirayeli.