Yeremiya 24:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Njengala mafiya* mahle, ndiza kubajonga njengabalungileyo abathinjwa bakwaYuda, abo ndibasuse kule ndawo ndabasa kwilizwe lamaKhaledi. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:5 “Sonke ISibhalo”, iphe. 126-127
5 “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Njengala mafiya* mahle, ndiza kubajonga njengabalungileyo abathinjwa bakwaYuda, abo ndibasuse kule ndawo ndabasa kwilizwe lamaKhaledi.