Yeremiya 24:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “‘Kodwa uthi uYehova ngamafiya* amabi kangangokuba engatyeki:+ “Ndiza kumjonga njengawo uKumkani uZedekiya+ wakwaYuda, iinkosana zakhe, nabo baseYerusalem bashiyeke kweli lizwe, nabo bahlala kwilizwe laseYiputa.+
8 “‘Kodwa uthi uYehova ngamafiya* amabi kangangokuba engatyeki:+ “Ndiza kumjonga njengawo uKumkani uZedekiya+ wakwaYuda, iinkosana zakhe, nabo baseYerusalem bashiyeke kweli lizwe, nabo bahlala kwilizwe laseYiputa.+