Yeremiya 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Eli lilizwi elafika kuYeremiya ngezinto eziza kwenzeka kubo bonke abantu bakwaYuda, ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, owawungunyaka wokuqala kaKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni;
25 Eli lilizwi elafika kuYeremiya ngezinto eziza kwenzeka kubo bonke abantu bakwaYuda, ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, owawungunyaka wokuqala kaKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni;