Yeremiya 25:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “Ukususela kunyaka we-13 kaYosiya+ unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, de kube namhlanje, le minyaka iyi-23, ilizwi likaYehova belifika kum, ibe bendihlala ndilithetha kuni,* kodwa ningamameli.+
3 “Ukususela kunyaka we-13 kaYosiya+ unyana ka-Amon, ukumkani wakwaYuda, de kube namhlanje, le minyaka iyi-23, ilizwi likaYehova belifika kum, ibe bendihlala ndilithetha kuni,* kodwa ningamameli.+