Yeremiya 25:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abangabaprofeti, emane ebathumela,* kodwa anizange nimamele okanye nivule iindlebe zenu ukuze nive.+
4 UYehova wathumela kuni bonke abakhonzi bakhe abangabaprofeti, emane ebathumela,* kodwa anizange nimamele okanye nivule iindlebe zenu ukuze nive.+